Rute 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekugqibeleni uNahomi wathi kubo bobabini oomolokazana bakhe: “Hambani, buyelani, ngamnye kwindlu kanina. Wanga uYehova anganenzela ububele bothando,+ kanye njengoko niye nabenza kula madoda afileyo ngoku nakum.+
8 Ekugqibeleni uNahomi wathi kubo bobabini oomolokazana bakhe: “Hambani, buyelani, ngamnye kwindlu kanina. Wanga uYehova anganenzela ububele bothando,+ kanye njengoko niye nabenza kula madoda afileyo ngoku nakum.+