Isaya 30:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye iinkomo namaesile akhule ngokupheleleyo alima umhlaba aya kutya ukutya kwezilwanyana okunongwe ngomuncwane, okweliweyo ngomhlakulo+ nefolokhwe.
24 Kwaye iinkomo namaesile akhule ngokupheleleyo alima umhlaba aya kutya ukutya kwezilwanyana okunongwe ngomuncwane, okweliweyo ngomhlakulo+ nefolokhwe.