Yoshuwa 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva koko lawehlisa ngentsontelo lawakhupha ngefestile, kuba indlu yalo yayisecaleni kodonga, yaye lalihlala eludongeni.+ IZenzo 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko abafundi bakhe bamthabatha baza bamthoba ngobusuku ngembobo eseludongeni, bemhlisa ngengobozi.+ 2 Korinte 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 kodwa ndahliswa ngomnyazi+ ngefestile eseludongeni ndaza ndasinda ezandleni zayo.
15 Emva koko lawehlisa ngentsontelo lawakhupha ngefestile, kuba indlu yalo yayisecaleni kodonga, yaye lalihlala eludongeni.+
25 Ngoko abafundi bakhe bamthabatha baza bamthoba ngobusuku ngembobo eseludongeni, bemhlisa ngengobozi.+