Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Hebhere 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba abantu bafunga ngalowo mkhulu kunabo,+ yaye isifungo sabo siyayiphelisa impikiswano, njengoko sisisiqinisekiso esisemthethweni kubo.+
16 Kuba abantu bafunga ngalowo mkhulu kunabo,+ yaye isifungo sabo siyayiphelisa impikiswano, njengoko sisisiqinisekiso esisemthethweni kubo.+