IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 aze ahlabe esityeni okanye embizeni yokupheka enemiqheba emibini okanye kungxawu okanye embizeni yokupheka enomqheba omnye. Nantoni na esenokunyuka nefolokhwe umbingeleli wayezithabathela yona. Leyo yindlela ababesenza ngayo eShilo kuwo onke amaSirayeli awayesiza apho.+

  • Malaki 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Kodwa nina—niphambukile endleleni.+ Nibakhubekisile abaninzi emthethweni.+ Niwonakalisile umnqophiso kaLevi,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share