1 Samuweli 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.” INdumiso 79:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngamana ukuncwina kwebanjwa kungafika phambi kwakho.+Ngokobukhulu bengalo yakho bagcine abo bamiselwe ukufa.+ INtshumayeli 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ulunge ngakumbi umntwana osisisweli+ kodwa esisilumko kunokumkani+ omdala kodwa esisiyatha, ongasakuvayo ukulunyukiswa.+ INtshumayeli 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngenxa yokuba ilizwi lokumkani liligunya lokulawula;+ yaye ngubani onokuthi kuye: ‘Wenza ntoni na?’”
6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.”
11 Ngamana ukuncwina kwebanjwa kungafika phambi kwakho.+Ngokobukhulu bengalo yakho bagcine abo bamiselwe ukufa.+
13 Ulunge ngakumbi umntwana osisisweli+ kodwa esisilumko kunokumkani+ omdala kodwa esisiyatha, ongasakuvayo ukulunyukiswa.+
4 ngenxa yokuba ilizwi lokumkani liligunya lokulawula;+ yaye ngubani onokuthi kuye: ‘Wenza ntoni na?’”