IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Uze ubeke rhoqo etafileni leyo izonka zokubonisa phambi kwam.+

  • Levitikus 24:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Uze uthabathe umgubo ocolekileyo, uwubhake ube ngamaqebengwana abusazinge alishumi elinesibini. Iqebengwana ngalinye elibusazinge libe zizahlulo ezibini zesishumi se-efa.

  • Levitikus 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Soba sesika-Aron noonyana bakhe,+ yaye bamele basidlele endaweni engcwele,+ kuba siyeyona nto ingcwele kuye evela emnikelweni wasemlilweni kaYehova, njengommiselo wexesha elingenammiselo.”

  • Mateyu 12:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+

  • Luka 6:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo kwaye wafumana izonka ezingumboniso+ waza watya yaye zimbi wazinika abantu ababekunye naye, ekungekho mthethweni ngaye nabani na ukuzitya ngaphandle kwababingeleli kuphela?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share