Genesis 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba uYehova wayezivale vingci zonke izibeleko endlwini ka-Abhimeleki ngenxa kaSara, umfazi ka-Abraham.+ Genesis 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wavutha umsindo kaYakobi ngakuRakeli waza wathi:+ “Ndisesikhundleni sikaThixo na, okuvimbileyo isiqhamo sesizalo?”+
18 Kuba uYehova wayezivale vingci zonke izibeleko endlwini ka-Abhimeleki ngenxa kaSara, umfazi ka-Abraham.+
2 Wavutha umsindo kaYakobi ngakuRakeli waza wathi:+ “Ndisesikhundleni sikaThixo na, okuvimbileyo isiqhamo sesizalo?”+