INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+ INdumiso 56:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uwuhlangule umphefumlo wam ekufeni+—Ngaba akuzihlangulanga iinyawo zam ekukhubekeni?+—Ukuze ndihambahambe phambi koThixo ekukhanyeni kwabo baphilayo.+
13 Kuba uwuhlangule umphefumlo wam ekufeni+—Ngaba akuzihlangulanga iinyawo zam ekukhubekeni?+—Ukuze ndihambahambe phambi koThixo ekukhanyeni kwabo baphilayo.+