1 Timoti 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaphezu koko, ufanele abe nobungqina obuhle obuvela kubantu bangaphandle,+ ukuze angaweli kungcikivo nakumgibe+ kaMtyholi. Tito 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+
7 Ngaphezu koko, ufanele abe nobungqina obuhle obuvela kubantu bangaphandle,+ ukuze angaweli kungcikivo nakumgibe+ kaMtyholi.
7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+