1 Samuweli 26:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku malingaphalali igazi lam emhlabeni phambi kobuso bukaYehova;+ kuba ukumkani wakwaSirayeli uphumile ukuya kufuna intakumba enye,+ kanye njengoko ubani esukelana nesakhwatsha ezintabeni.”+
20 Ke kaloku malingaphalali igazi lam emhlabeni phambi kobuso bukaYehova;+ kuba ukumkani wakwaSirayeli uphumile ukuya kufuna intakumba enye,+ kanye njengoko ubani esukelana nesakhwatsha ezintabeni.”+