1 Samuweli 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wona la madoda ayelunge kakhulu kuthi, yaye akazange asikhathaze, nathi asizange silahlekelwe nayinto enye ngemihla yonke yokuhambahamba kwethu nawo ngoxa sasisendle.+ Luka 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kanjalo, abo bakwinkonzo yasemkhosini babembuza bathi: “Senze ntoni na ke thina?” Waza wathi kubo: “Musani ukubandezela nabani na okanye nimangalele+ nabani na ngobuxoki, kodwa yanelani koko nikulungiselelweyo.”+
15 Wona la madoda ayelunge kakhulu kuthi, yaye akazange asikhathaze, nathi asizange silahlekelwe nayinto enye ngemihla yonke yokuhambahamba kwethu nawo ngoxa sasisendle.+
14 Kanjalo, abo bakwinkonzo yasemkhosini babembuza bathi: “Senze ntoni na ke thina?” Waza wathi kubo: “Musani ukubandezela nabani na okanye nimangalele+ nabani na ngobuxoki, kodwa yanelani koko nikulungiselelweyo.”+