Duteronomi 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 uze uthi ke entliziyweni yakho, ‘Ngamandla am nokuqina kwesandla sam okundizuzise le ndyebo.’+ ABagwebi 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa iinkosana zaseSukoti zathi: “Ngaba iintende zikaZebha nezikaTsalmuna sele zisesandleni sakho na ukuba sinike umkhosi wakho isonka?”+ 2 Korinte 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku lowo ubonelela umhlwayeli ngentabalala yembewu nesonka sokutya+ uya kunibonelela aze ayandise imbewu yenu ukuze nihlwayele yaye uya kuyandisa imveliso yobulungisa benu.)+
6 Kodwa iinkosana zaseSukoti zathi: “Ngaba iintende zikaZebha nezikaTsalmuna sele zisesandleni sakho na ukuba sinike umkhosi wakho isonka?”+
10 Ke kaloku lowo ubonelela umhlwayeli ngentabalala yembewu nesonka sokutya+ uya kunibonelela aze ayandise imbewu yenu ukuze nihlwayele yaye uya kuyandisa imveliso yobulungisa benu.)+