IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+

  • Yobhi 34:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,

      Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.

  • IMizekeliso 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ingqeqesho imbi koshiya umendo;+ nabani na othiya isohlwayo uya kufa.+

  • Roma 9:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+

  • Hebhere 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 kodwa hlalani nibongozana+ umhla ngamnye, lo gama kusathiwa “Namhlanje,”+ ukuze kungabikho nabani na kuni owenziwa lukhuni ngamandla akhohlisayo+ esono.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share