Genesis 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+ Mateyu 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ungasingenisi ekuhendweni,+ kodwa sihlangule kulowo ungendawo.’+
6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+