IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+

  • 2 Samuweli 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ukususela kanye kwimini endabeka abagwebi+ njengabaphathi phezu kwabantu bam amaSirayeli; yaye ndiza kukunika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakho.+

      “‘“Kwaye uYehova ukuxelele ukuba uYehova uya kukwenzela indlu.+

  • 1 Kumkani 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nam ndiya kuyimisela itrone yobukumkani bakho kwaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndamthembisayo uDavide uyihlo, ndisithi, ‘Akukho ndoda kumadoda akho eya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni kaSirayeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share