IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Oku ke makungabi sisizathu sokuhexa kwakho okanye isikhubekiso entliziyweni yenkosi yam, kokubini ngokuphalaza igazi ngaphandle kwesizathu+ nangokuthi inkosi yam izisindise ngesandla sayo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kuyenzela ukulunga inkosi yam, uze ke wena ulikhumbule+ ikhobokazana lakho.”

  • INdumiso 56:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uwuhlangule umphefumlo wam ekufeni+—

      Ngaba akuzihlangulanga iinyawo zam ekukhubekeni?+—

      Ukuze ndihambahambe phambi koThixo ekukhanyeni kwabo baphilayo.+

  • Roma 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share