Rute 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko wawa ngobuso waza waqubuda emhlabeni+ wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba ndikholeke emehlweni akho kangangokuba ndiphawuleke, ekubeni ndingowasemzini?”+
10 Ngoko wawa ngobuso waza waqubuda emhlabeni+ wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba ndikholeke emehlweni akho kangangokuba ndiphawuleke, ekubeni ndingowasemzini?”+