ABagwebi 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ukuba uyoyika ukuhla, yihla, wena noPura umlindi wakho, niye enkampini.+ 1 Samuweli 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umphathi wezikrweqe zakhe wathi kuye: “Yenza nakuphi na okusentliziyweni yakho. Yiya apho unqwenela ukuya khona. Yabona, ndinawe ngokuvisisana nentliziyo yakho.”+
7 Umphathi wezikrweqe zakhe wathi kuye: “Yenza nakuphi na okusentliziyweni yakho. Yiya apho unqwenela ukuya khona. Yabona, ndinawe ngokuvisisana nentliziyo yakho.”+