Genesis 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke uYehova uThixo wawisa ubuthongo obunzulu+ emntwini, waza ngoxa elele, wathabatha lwalunye ezimbanjeni zakhe waza wavala ngenyama endaweni yalo. Genesis 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwathi xa litshonayo ilanga, wafikelwa bubuthongo obunzulu uAbram,+ kwaye, khangela! nako efikelwa bubumnyama obukhulu ngokothusayo.
21 Ngoko ke uYehova uThixo wawisa ubuthongo obunzulu+ emntwini, waza ngoxa elele, wathabatha lwalunye ezimbanjeni zakhe waza wavala ngenyama endaweni yalo.
12 Kwathi xa litshonayo ilanga, wafikelwa bubuthongo obunzulu uAbram,+ kwaye, khangela! nako efikelwa bubumnyama obukhulu ngokothusayo.