1 Samuweli 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+ 1 Samuweli 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko uAkishe wamkholelwa+ uDavide, ezixelela oku: “Ngokungathandabuzekiyo unevumba elibi phakathi kwabantu bakowabo kwaSirayeli;+ uya kuba ngumkhonzi wam ukusa kwixesha elingenammiselo.”
10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+
12 Ngenxa yoko uAkishe wamkholelwa+ uDavide, ezixelela oku: “Ngokungathandabuzekiyo unevumba elibi phakathi kwabantu bakowabo kwaSirayeli;+ uya kuba ngumkhonzi wam ukusa kwixesha elingenammiselo.”