INdumiso 50:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Lowo unikela umbulelo njengombingelelo wakhe nguye ondizukisayo;+Ke yena lowo ogcina indlela emiselweyo,Ndiya kumbangela alubone usindiso lukaThixo.”+ IMizekeliso 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Beka uYehova ngezinto zakho zexabiso+ nangentlahlela yemveliso yakho yonke.+ 1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
23 Lowo unikela umbulelo njengombingelelo wakhe nguye ondizukisayo;+Ke yena lowo ogcina indlela emiselweyo,Ndiya kumbangela alubone usindiso lukaThixo.”+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.