1 Samuweli 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wandula ke wabeka phambi koSawule nabakhonzi bakhe, badla ke. Emva koko baphakama baza bemka ngobo busuku.+
25 Wandula ke wabeka phambi koSawule nabakhonzi bakhe, badla ke. Emva koko baphakama baza bemka ngobo busuku.+