Levitikus 19:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu.
31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu.