Yoshuwa 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+ ABagwebi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+ 1 Samuweli 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko athumela ahlanganisela kuwo zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Senze ntoni na ngetyeya kaTHIXO kaSirayeli?” Ekugqibeleni athi: “Mayijike iye eGati+ ityeya kaTHIXO kaSirayeli.” Ngoko bayijika bayizisa apho ityeya kaTHIXO kaSirayeli.
3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+
3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+
8 Ngenxa yoko athumela ahlanganisela kuwo zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Senze ntoni na ngetyeya kaTHIXO kaSirayeli?” Ekugqibeleni athi: “Mayijike iye eGati+ ityeya kaTHIXO kaSirayeli.” Ngoko bayijika bayizisa apho ityeya kaTHIXO kaSirayeli.