1 Samuweli 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 NamaHebhere awayephantsi kwamaFilisti+ ngaphambili nawayenyuke nawo ajikeleza inkampu, nawo kanye azingqina engakuSirayeli lo wayekunye noSawule noYonatan.
21 NamaHebhere awayephantsi kwamaFilisti+ ngaphambili nawayenyuke nawo ajikeleza inkampu, nawo kanye azingqina engakuSirayeli lo wayekunye noSawule noYonatan.