-
Amosi 6:10INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
10 Uyisekazi kuya kufuneka athwale nganye nganye, yaye uya kutshisa nganye nganye, ukuze akhuphe amathambo endlwini.+ Yaye kuya kufuneka atsho kuye nabani na okwezona nxalenye zingaphakathi endlwini ukuthi, ‘Basekho na abangakumbi abakunye nawe?’ Ngokuqinisekileyo uya kuthi, ‘Akukho mntu!’ Kwaye kuya kufuneka athi, ‘Yithi cwaka! Kuba esi ayisosihlandlo sako nakuphi na ukukhankanywa kwegama likaYehova.’”+
-