ABagwebi 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Emva koko uYuda wayithimba iGaza+ nommandla wayo neAshkelon+ nommandla wayo ne-Ekron+ nommandla wayo. Zekariya 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+
18 Emva koko uYuda wayithimba iGaza+ nommandla wayo neAshkelon+ nommandla wayo ne-Ekron+ nommandla wayo.
5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+