IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bamele babeke isigqubuthelo sezikhumba zeentini+ phezu kwalo baze batwabulule ngaphezulu ilaphu eliluhlaza liphela, bafake nezibonda zaso.+

  • Numeri 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Bamele bagqibe uAron noonyana bakhe ukuyigubungela indawo engcwele+ neempahla+ zonke zendawo engcwele ekumkeni kwenkampu, baya kuthi ke emva koko bangene oonyana bakaKohati ukuze bazithwale,+ kodwa bamele bangayichukumisi+ indawo engcwele ukuze bangafi. Ezi zinto zingumthwalo woonyana bakaKohati ententeni yokuhlangana.+

  • Numeri 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ekungeneni kwabo abamele bakhangele ezintweni ezingcwele nomzuzwana lo, ukuze bangafi.”+

  • 1 Kronike 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wavutha ke umsindo kaYehova ku-Uza, kangangokuba wambetha ngenxa yokolulela kwakhe isandla phezu kweTyeya,+ waza wafela apho phambi koThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share