INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+ IZenzo 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, ngenxa yokuba ndizuze uncedo+ oluvela kuThixo ndiyaqhubeka ukusa kule mini ndinikela ubungqina kwabancinane nabakhulu, kodwa ndingathethi nto ngaphandle kwezinto abazixelayo abaProfeti+ kwakunye noMoses+ ukuba zaziza kwenzeka,
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
22 Noko ke, ngenxa yokuba ndizuze uncedo+ oluvela kuThixo ndiyaqhubeka ukusa kule mini ndinikela ubungqina kwabancinane nabakhulu, kodwa ndingathethi nto ngaphandle kwezinto abazixelayo abaProfeti+ kwakunye noMoses+ ukuba zaziza kwenzeka,