1 Samuweli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+ 1 Samuweli 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+
20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+
11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+