IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 24:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Uze ungasijiki isigwebo somphambukeli+ okanye esenkwenkwe engenayise,+ ungasithimbi njengesibambiso isambatho somhlolokazi.+

  • Yobhi 34:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ewe, enyanisweni, uThixo akenzi ngobungendawo,+

      Yaye uSomandla akawugqwethi umgwebo.+

  • IMizekeliso 31:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 akafanele asele kuba hleze akulibale okumiselweyo aze aligqwethe ibango lakhe nawuphi na koonyana benkxwaleko.+

  • Yeremiya 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ‘Ngokuqinisekileyo amehlo akho nentliziyo yakho akakho ntweni ngaphandle kwenzuzo yakho yokungekho sikweni,+ nasegazini lalowo umsulwa ukuze uliphalaze,+ nasekuqhatheni nasekuphangeni ukuze ukwenze oko.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share