IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko umbingeleli wathi kuwo: “Hambani ngoxolo. Indlela enihamba kuyo iphambi koYehova.”

  • 1 Samuweli 25:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 UDavide wakwamkela esandleni sakhe oko wayemzisele kona, waza wathi kuye: “Nyuka ngoxolo+ uye endlwini yakho. Yabona, ndiliphulaphule ilizwi lakho ukuze ndinikele ingqalelo kuwe.”+

  • Marko 5:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wathi yena kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo,+ uze uphile kwisifo sakho esibuhlungu.”+

  • Luka 7:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Kodwa wathi emfazini: “Ukholo lwakho lukusindisile;+ hamba ngoxolo.”+

  • Luka 8:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kodwa wathi kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile;+ hamba ngoxolo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share