1 Samuweli 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko baya bebaleka baza bamthabatha apho. Wathi akuma phakathi kwabantu, waba mde ngakumbi kunabo bonke abanye abantu ukususela emagxeni akhe kuse phezulu.+
23 Ngoko baya bebaleka baza bamthabatha apho. Wathi akuma phakathi kwabantu, waba mde ngakumbi kunabo bonke abanye abantu ukususela emagxeni akhe kuse phezulu.+