Yoshuwa 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaza kwaphuma iqashiso+ lesizwe soonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda+ noonyana bakaYosefu.+
11 Kwaza kwaphuma iqashiso+ lesizwe soonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda+ noonyana bakaYosefu.+