Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+