ABagwebi 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko baphakama bonke abantu njengendoda enye,+ besithi: “Akukho nawuphi na wethu oya kuya ententeni yakhe, kungekho nawuphi na wethu oya kuphambukela endlwini yakhe.+
8 Ngoko baphakama bonke abantu njengendoda enye,+ besithi: “Akukho nawuphi na wethu oya kuya ententeni yakhe, kungekho nawuphi na wethu oya kuphambukela endlwini yakhe.+