Efese 5:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Madoda, qhubekani nibathanda abafazi+ benu, kanye njengokuba noKRISTU walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+ 1 Petros 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokukwanjalo,+ nina madoda, qhubekani nihlala nabo ngokokwazi,+ nibanika imbeko+ njengesitya esibuthathaka ngakumbi, esobukhomokazi, ekubeni nikwaziindlalifa+ kunye nabo zobabalo lobomi, ukuze imithandazo yenu ingathinteleki.+
25 Madoda, qhubekani nibathanda abafazi+ benu, kanye njengokuba noKRISTU walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+
7 Ngokukwanjalo,+ nina madoda, qhubekani nihlala nabo ngokokwazi,+ nibanika imbeko+ njengesitya esibuthathaka ngakumbi, esobukhomokazi, ekubeni nikwaziindlalifa+ kunye nabo zobabalo lobomi, ukuze imithandazo yenu ingathinteleki.+