8 Umele uhle phambi kwam uye eGiligali;+ yaye, khangela! ndiyehla ndiza kuwe ukuza kunikela imibingelelo etshiswayo, ukwenza imibingelelo yobudlelane.+ Ufanele ulinde imihla esixhenxe+ de kube kukuza kwam kuwe, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukwazisa oko ufanele ukwenze.”