Duteronomi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+ Mateyu 22:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wathi kuye: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela.’+
5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+
37 Wathi kuye: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela.’+