IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba uThixo, endinikela kuye inkonzo engcwele ngomoya wam ngokunxibelelene neendaba ezilungileyo ezingoNyana wakhe, ulingqina+ lokuba andiyeki ukunikhankanya kwimithandazo yam,+

  • Kolose 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+

  • 2 Timoti 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndiyambulela uThixo, endinikela kuye inkonzo engcwele+ ngesazela esihlambulukileyo,+ kanye njengoko nookhokho+ benzayo, kuba ndingazange ndiyeke ukukukhumbula kwizikhungo zam,+ ubusuku nemini

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share