1 Kumkani 8:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo abafanele bahambe ngayo;+ uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa. 2 Kronike 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo+ abafanele bahambe ngayo; uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa.+
36 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo abafanele bahambe ngayo;+ uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa.
27 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo+ abafanele bahambe ngayo; uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa.+