Duteronomi 28:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehova wokusa wena+ nokumkani wakho+ oya kummisa phezu kwakho kuhlanga ongalwaziyo, wena nookhokho bakho; wokhonza khona thixo bambi, abenziwe ngomthi namatye.+
36 UYehova wokusa wena+ nokumkani wakho+ oya kummisa phezu kwakho kuhlanga ongalwaziyo, wena nookhokho bakho; wokhonza khona thixo bambi, abenziwe ngomthi namatye.+