1 Samuweli 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yena ke uSawule, waya kowabo eGibheya,+ yaye amadoda angamakroti antliziyo zawo zachukunyiswayo nguThixo ahamba naye.+ IMizekeliso 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngaba uzibonakalise udimazekile ngomhla wokubandezeleka?+ Uya kuphelelwa ngamandla.
26 Yena ke uSawule, waya kowabo eGibheya,+ yaye amadoda angamakroti antliziyo zawo zachukunyiswayo nguThixo ahamba naye.+