1 Samuweli 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku phakathi kweengxingwa awayefuna ukuwela kuzo uYonatan aye kwinkampu+ yamaFilisti kwakukho ingxondorha efana nezinyo apha kweli cala nengxondorha efana nezinyo kwicala elingaphaya, yaye igama lenye yayiyiBhotsetse neleyenye iyiSene.
4 Ke kaloku phakathi kweengxingwa awayefuna ukuwela kuzo uYonatan aye kwinkampu+ yamaFilisti kwakukho ingxondorha efana nezinyo apha kweli cala nengxondorha efana nezinyo kwicala elingaphaya, yaye igama lenye yayiyiBhotsetse neleyenye iyiSene.