INdumiso 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumvumela ingoma uYehova, kuba uqhubene nam ngokunomvuzo.+ Luka 1:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Waza uMariya wathi: “Umphefumlo wam umenza mkhulu uYehova,+ Roma 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+
11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+