ABagwebi 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kamva wathi kumadoda aseSukoti:+ “Ncedani ninike aba bantu bandilandelayo izonka ezibusazinge,+ kuba badiniwe yaye ndisukela uZebha+ noTsalmuna,+ ookumkani bakwaMidiyan.” Isaya 44:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umkroli wentsimbi onenkxola uyisebenza ngamalahle; ayibumbe ngezando, nangengalo yakhe enamandla.+ Uthi ke alambe, aphelelwe ngamandla. Anxanwe, adinwe.
5 Kamva wathi kumadoda aseSukoti:+ “Ncedani ninike aba bantu bandilandelayo izonka ezibusazinge,+ kuba badiniwe yaye ndisukela uZebha+ noTsalmuna,+ ookumkani bakwaMidiyan.”
12 Umkroli wentsimbi onenkxola uyisebenza ngamalahle; ayibumbe ngezando, nangengalo yakhe enamandla.+ Uthi ke alambe, aphelelwe ngamandla. Anxanwe, adinwe.