INdumiso 94:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bayaqhubeka bempompoza, bayaqhubeka bethetha bengathintelwa;+Bonke abaqhelisela okwenzakalisayo bayazigwagwisa ngeziqu zabo.+ Yakobi 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+ Yakobi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ulwimi, akukho namnye kuluntu onako ukulwenza mbuna. Luyinto engalawulekiyo embi, luzele yityhefu ebulalayo.+
4 Bayaqhubeka bempompoza, bayaqhubeka bethetha bengathintelwa;+Bonke abaqhelisela okwenzakalisayo bayazigwagwisa ngeziqu zabo.+
26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+
8 Kodwa ulwimi, akukho namnye kuluntu onako ukulwenza mbuna. Luyinto engalawulekiyo embi, luzele yityhefu ebulalayo.+