IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+

  • Eksodus 18:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wachulumanca uYitro ngako konke ukulunga akwenzileyo uYehova kuSirayeli ngokubahlangula esandleni samaYiputa.+

  • Eksodus 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandula ke uYitro, umkhwe kaMoses, wamenzela uThixo umnikelo otshiswayo nemibingelelo;+ weza uAron namadoda amakhulu onke akwaSirayeli ukuze adle isonka nomkhwe kaMoses, phambi koTHIXO oyinyaniso.+

  • Numeri 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke wathi uMoses kuHobhabhi unyana kaRehuweli+ umMidiyan, umkhwe kaMoses: “Siyanduluka siya endaweni athe ngayo uYehova, ‘Ndiya kuninika yona.’+ Hamba nathi, yaye ngokuqinisekileyo sokwenzela okulungileyo,+ ngokuba uYehova uthethe okulungileyo ngoSirayeli.”+

  • Hebhere 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share