Duteronomi 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali. 1 Samuweli 14:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kwaye waqhubeka esenza ngobukroti,+ wamxabela uAmaleki+ waza wamkhulula uSirayeli esandleni salowo wayemphanga.
19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.
48 Kwaye waqhubeka esenza ngobukroti,+ wamxabela uAmaleki+ waza wamkhulula uSirayeli esandleni salowo wayemphanga.